-
Yeremiya 38:5, 6IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
5 UKumkani uZedekiya wathi: “Jongani! Isezandleni zenu, kuba andinakuninqanda.”
6 Ngoko ke bamthatha uYeremiya bamphosa equleni likaMalekiya unyana kakumkani, elalikwiYadi Yoonogada.+ Bamehlisa ngeentambo uYeremiya. Kodwa kwakungekho manzi kwelo qula, kukho udaka kuphela, ibe uYeremiya waqalisa ukutshona kolo daka.
-