1 Kumkani 17:19, 20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kodwa wathi kuye: “Ndinike unyana wakho.” Wamthatha kumama wakhe wamsa kwigumbi eliseluphahleni, apho wayehlala khona, waza wambeka emandlalweni wakhe.+ 20 Wathandaza kuYehova esithi: “Owu Yehova Thixo wam,+ ngaba uza kwenzakalisa nalo mhlolokazi ndihlala naye ngokubulala unyana wakhe?” Yohane 11:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 Ngoko ke balisusa ilitye. Emva koko, uYesu wajonga ezulwini,+ wathi: “Tata, ndiyakubulela ngokuba undivile. IZenzo 9:40 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 40 Emva koko, uPetros wakhupha wonke umntu,+ waguqa ngamadolo waza wathandaza. Wajika wajonga eso sidumbu waza wathi: “Tabhitha, vuka!” Wavula amehlo akhe uTabhitha, wathi akubona uPetros, wahlala ngeempundu.+
19 Kodwa wathi kuye: “Ndinike unyana wakho.” Wamthatha kumama wakhe wamsa kwigumbi eliseluphahleni, apho wayehlala khona, waza wambeka emandlalweni wakhe.+ 20 Wathandaza kuYehova esithi: “Owu Yehova Thixo wam,+ ngaba uza kwenzakalisa nalo mhlolokazi ndihlala naye ngokubulala unyana wakhe?”
41 Ngoko ke balisusa ilitye. Emva koko, uYesu wajonga ezulwini,+ wathi: “Tata, ndiyakubulela ngokuba undivile.
40 Emva koko, uPetros wakhupha wonke umntu,+ waguqa ngamadolo waza wathandaza. Wajika wajonga eso sidumbu waza wathi: “Tabhitha, vuka!” Wavula amehlo akhe uTabhitha, wathi akubona uPetros, wahlala ngeempundu.+