Mateyu 2:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 ‘Nawe, Bhetelehem yelizwe lakwaYuda, mabangakujongeli phantsi abalawuli bakwaYuda, kuba kuwe kuza kuphuma umlawuli oza kwalusa abantu bam amaSirayeli.’”+ Hebhere 7:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kuba icacile into yokuba iNkosi yethu iphuma kwisizwe sakwaYuda,+ kodwa uMoses zange athethe ngababingeleli abaphuma kweso sizwe.
6 ‘Nawe, Bhetelehem yelizwe lakwaYuda, mabangakujongeli phantsi abalawuli bakwaYuda, kuba kuwe kuza kuphuma umlawuli oza kwalusa abantu bam amaSirayeli.’”+
14 Kuba icacile into yokuba iNkosi yethu iphuma kwisizwe sakwaYuda,+ kodwa uMoses zange athethe ngababingeleli abaphuma kweso sizwe.