1 Samuweli 24:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Akwaba uYehova angagweba phakathi kwam nawe,+ yaye akwaba uYehova angandiphindezelela kuwe,+ kodwa mna soze ndikuse sandla.+ 1 Samuweli 24:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Kwanga uYehova angaba ngumgwebi, yaye uza kugweba phakathi kwam nawe. Uza kubona aze andithethelele,+ andigwebele aze andisindise kuwe.” 1 Samuweli 26:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 NguYehova oza kubuyekeza ngamnye ngobulungisa bakhe+ nokuthembeka kwakhe, kuba uYehova namhlanje ebekunikele esandleni sam, kodwa mna andavuma ukusa isandla kumntu amkhethileyo uYehova.+ INdumiso 7:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Phakama Yehova, unomsindo;Ndinqandele kumsindo weentshaba zam;+Vuka ngenxa yam, uze uqinisekise ukuba kwenziwa ubulungisa.+
12 Akwaba uYehova angagweba phakathi kwam nawe,+ yaye akwaba uYehova angandiphindezelela kuwe,+ kodwa mna soze ndikuse sandla.+
15 Kwanga uYehova angaba ngumgwebi, yaye uza kugweba phakathi kwam nawe. Uza kubona aze andithethelele,+ andigwebele aze andisindise kuwe.”
23 NguYehova oza kubuyekeza ngamnye ngobulungisa bakhe+ nokuthembeka kwakhe, kuba uYehova namhlanje ebekunikele esandleni sam, kodwa mna andavuma ukusa isandla kumntu amkhethileyo uYehova.+
6 Phakama Yehova, unomsindo;Ndinqandele kumsindo weentshaba zam;+Vuka ngenxa yam, uze uqinisekise ukuba kwenziwa ubulungisa.+