1 Samuweli 22:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Noko ke unyana ka-Ahimeleki unyana ka-Ahitubhi, ogama linguAbhiyatare,+ wabhungca waza wabaleka walandela uDavide. 1 Kumkani 2:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ngoko uSolomon wamyekisa uAbhiyatare ukuba ngumbingeleli kaYehova, yatsho yenzeka into eyathethwa nguYehova eShilo+ ngendlu kaEli.+ 1 Kumkani 2:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Emva koko ukumkani wamisela uBhenaya+ unyana kaYehoyada wayintloko yomkhosi endaweni yakhe, waza wafaka umbingeleli uTsadoki+ endaweni ka-Abhiyatare.
20 Noko ke unyana ka-Ahimeleki unyana ka-Ahitubhi, ogama linguAbhiyatare,+ wabhungca waza wabaleka walandela uDavide.
27 Ngoko uSolomon wamyekisa uAbhiyatare ukuba ngumbingeleli kaYehova, yatsho yenzeka into eyathethwa nguYehova eShilo+ ngendlu kaEli.+
35 Emva koko ukumkani wamisela uBhenaya+ unyana kaYehoyada wayintloko yomkhosi endaweni yakhe, waza wafaka umbingeleli uTsadoki+ endaweni ka-Abhiyatare.