1 Kronike 13:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UDavide naye wonke uSirayeli babebhiyoza phambi koThixo wokwenene ngamandla abo onke, ngeengoma, ngeehadi, ngemirhubhe, ngamagubu,+ ngamacangci+ nangamaxilongo.+
8 UDavide naye wonke uSirayeli babebhiyoza phambi koThixo wokwenene ngamandla abo onke, ngeengoma, ngeehadi, ngemirhubhe, ngamagubu,+ ngamacangci+ nangamaxilongo.+