Genesis 30:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Wathi: “UThixo uye wandibonelela, ewe mna lo, ngesipho esilungileyo. Ekugqibeleni umyeni wam uza kundinyamezela,+ kuba ndimzalele oonyana abathandathu.”+ Ngoko wamthiya igama elinguZebhulon.*+ Genesis 49:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 “UZebhulon+ uza kuhlala ngaselunxwemeni, ngaselunxwemeni apho iinqanawa zimiswe ngeeankile,+ kwaye umda wakhe okude uza kuba ngaseSidon.+
20 Wathi: “UThixo uye wandibonelela, ewe mna lo, ngesipho esilungileyo. Ekugqibeleni umyeni wam uza kundinyamezela,+ kuba ndimzalele oonyana abathandathu.”+ Ngoko wamthiya igama elinguZebhulon.*+
13 “UZebhulon+ uza kuhlala ngaselunxwemeni, ngaselunxwemeni apho iinqanawa zimiswe ngeeankile,+ kwaye umda wakhe okude uza kuba ngaseSidon.+