Eksodus 25:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ezo kherubhi zimele ziwolulele phezulu amaphiko azo, zogqume isivalo ngamaphiko azo,+ zijongene. Ubuso beekherubhi mabujonge kwisivalo. 1 Samuweli 4:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ngoko abantu bathumela amadoda eShilo, aza ayithwala ityeya yesivumelwano kaYehova wemikhosi, ohleli etroneni entla* kweekherubhi.+ Oonyana ababini bakaEli, uHofeni noFinehasi,+ nabo babelapho kunye netyeya yesivumelwano kaThixo wokwenene. 1 Kumkani 6:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Kwelona gumbi lingaphakathi wenza iikherubhi ezimbini+ ngompayina,* nganye iziikubhite ezilishumi ukuphakama.+
20 Ezo kherubhi zimele ziwolulele phezulu amaphiko azo, zogqume isivalo ngamaphiko azo,+ zijongene. Ubuso beekherubhi mabujonge kwisivalo.
4 Ngoko abantu bathumela amadoda eShilo, aza ayithwala ityeya yesivumelwano kaYehova wemikhosi, ohleli etroneni entla* kweekherubhi.+ Oonyana ababini bakaEli, uHofeni noFinehasi,+ nabo babelapho kunye netyeya yesivumelwano kaThixo wokwenene.
23 Kwelona gumbi lingaphakathi wenza iikherubhi ezimbini+ ngompayina,* nganye iziikubhite ezilishumi ukuphakama.+