1 Kronike 16:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 BabenoHeman noYedutun+ nawo onke amadoda akhethiweyo, awayebizwe ngamagama ukuba abulele uYehova,+ kuba “uthando lwakhe olungagungqiyo lukho ngonaphakade,”+ 1 Kronike 25:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kwakhona, uDavide nabaphathi bamaqela omsebenzi babohlula abanye boonyana baka-Asafu, abakaHeman nabakaYedutun+ ukuze baprofete kukhaliswa iihadi, imirhubhe+ namacangci.+ Nalu uluhlu lwamadoda awayekhethiwe ukuba enze lo msebenzi, 1 Kronike 25:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Bonke aba babesalathiswa ngutata wabo kwinkonzo yokucula endlini kaYehova, nokukhalisa amacangci, imirhubhe neehadi+ kwindlu kaThixo wokwenene. Ukumkani wayesalathisa uAsafu, uYedutun noHeman. 1 Kronike 25:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 KuYedutun:+ koonyana bakaYedutun, yayinguGedaliya, uTseri, uYeshaya, uShimeyi, uHashabhiya noMatitiya,+ bebathandathu, besalathiswa ngutata wabo uYedutun, owayeprofeta kukhaliswa uhadi, ebulela yaye edumisa uYehova.+
41 BabenoHeman noYedutun+ nawo onke amadoda akhethiweyo, awayebizwe ngamagama ukuba abulele uYehova,+ kuba “uthando lwakhe olungagungqiyo lukho ngonaphakade,”+
25 Kwakhona, uDavide nabaphathi bamaqela omsebenzi babohlula abanye boonyana baka-Asafu, abakaHeman nabakaYedutun+ ukuze baprofete kukhaliswa iihadi, imirhubhe+ namacangci.+ Nalu uluhlu lwamadoda awayekhethiwe ukuba enze lo msebenzi,
6 Bonke aba babesalathiswa ngutata wabo kwinkonzo yokucula endlini kaYehova, nokukhalisa amacangci, imirhubhe neehadi+ kwindlu kaThixo wokwenene. Ukumkani wayesalathisa uAsafu, uYedutun noHeman.
3 KuYedutun:+ koonyana bakaYedutun, yayinguGedaliya, uTseri, uYeshaya, uShimeyi, uHashabhiya noMatitiya,+ bebathandathu, besalathiswa ngutata wabo uYedutun, owayeprofeta kukhaliswa uhadi, ebulela yaye edumisa uYehova.+