-
1 Kumkani 12:5-7IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
5 Wathi kubo: “Hambani iintsuku zibe ntathu, emva koko nibuyele kum.” Ngoko abantu bemka.+ 6 UKumkani uRehobhoham wafuna icebiso kumadoda amakhulu awayesebenzela* uSolomon utata wakhe ngoxa wayesaphila, wathi: “Nicebisa ukuba ndisiphendule njani esi sizwana?” 7 Wona athi: “Ukuba namhlanje uba njengesicaka kwesi sizwana, usivume isicelo saso uze usiphendule kakuhle, naso siza kuhlala sizizicaka zakho.”
-