ABagwebi 7:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Wathi uYehova kuGidiyon: “Ndiza kunisindisa ngala madoda ayi-300 asele amanzi ngolwimi, kwaye ndiza kumnikela esandleni senu uMidiyan.+ Bonke abanye abantu mabagoduke.” 1 Samuweli 14:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngoko uYonatan wathi kumphathi wezixhobo zakhe: “Yiza masiwelele kwinkampu yala madoda angolukanga.+ Mhlawumbi uYehova uza kusinceda, kuba akukho nto inokuma endleleni kaYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+
7 Wathi uYehova kuGidiyon: “Ndiza kunisindisa ngala madoda ayi-300 asele amanzi ngolwimi, kwaye ndiza kumnikela esandleni senu uMidiyan.+ Bonke abanye abantu mabagoduke.”
6 Ngoko uYonatan wathi kumphathi wezixhobo zakhe: “Yiza masiwelele kwinkampu yala madoda angolukanga.+ Mhlawumbi uYehova uza kusinceda, kuba akukho nto inokuma endleleni kaYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+