INdumiso 106:43, 44 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 43 Wabasindisa kaninzi-ninzi,+Kodwa nalapho babevukela, bengathobeli,+Ibe babethotywa ngenxa yesono sabo.+ 44 Kodwa wayeyibona intlungu yabo+Ebeva naxa bekhalela uncedo.+ Isaya 55:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Umntu ongalunganga makashiye indlela yakhe,+Nomenzi-bubi makazishiye iingcinga zakhe;Makabuyele kuYehova, oza kumenzela inceba,+KuThixo wethu, kuba uza kumxolela kakhulu.*+
43 Wabasindisa kaninzi-ninzi,+Kodwa nalapho babevukela, bengathobeli,+Ibe babethotywa ngenxa yesono sabo.+ 44 Kodwa wayeyibona intlungu yabo+Ebeva naxa bekhalela uncedo.+
7 Umntu ongalunganga makashiye indlela yakhe,+Nomenzi-bubi makazishiye iingcinga zakhe;Makabuyele kuYehova, oza kumenzela inceba,+KuThixo wethu, kuba uza kumxolela kakhulu.*+