2 Kronike 15:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko waphuma wayokudibana noAsa, wathi kuye: “Ndimamele Asa nani nonke maYuda namaBhenjamin! UYehova uza kuba nani xa nani nikunye naye.+ Ukuba niyamfuna, uza kunivumela nimfumane,+ kodwa ukuba niyamshiya, naye uza kunishiya.+
2 Ngoko waphuma wayokudibana noAsa, wathi kuye: “Ndimamele Asa nani nonke maYuda namaBhenjamin! UYehova uza kuba nani xa nani nikunye naye.+ Ukuba niyamfuna, uza kunivumela nimfumane,+ kodwa ukuba niyamshiya, naye uza kunishiya.+