Eksodus 14:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Waba ke uYehova uyawasindisa amaSirayeli ngaloo mini esandleni samaYiputa,+ aza amaSirayeli azibona izidumbu zamaYiputa ziqungquluze elunxwemeni. INdumiso 110:5, 6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 UYehova uza kuba ngasekunene kwakho;+Uza kuqhekeza ookumkani ngemini yomsindo wakhe.+ 6 Uza kuzigweba iintlanga;+Uza kwenza ilizwe ligcwale izidumbu.+ Uza kuyiqhekeza inkokheli* yelizwe elikhulu.* Isaya 37:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Ingelosi kaYehova yaxabela amadoda ayi-185 000 enkampini yama-Asiriya. Xa bevuka abantu ekuseni, babona kuthe saa izidumbu.+
30 Waba ke uYehova uyawasindisa amaSirayeli ngaloo mini esandleni samaYiputa,+ aza amaSirayeli azibona izidumbu zamaYiputa ziqungquluze elunxwemeni.
5 UYehova uza kuba ngasekunene kwakho;+Uza kuqhekeza ookumkani ngemini yomsindo wakhe.+ 6 Uza kuzigweba iintlanga;+Uza kwenza ilizwe ligcwale izidumbu.+ Uza kuyiqhekeza inkokheli* yelizwe elikhulu.*
36 Ingelosi kaYehova yaxabela amadoda ayi-185 000 enkampini yama-Asiriya. Xa bevuka abantu ekuseni, babona kuthe saa izidumbu.+