Duteronomi 12:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Nifanele nizitshabalalise ngokupheleleyo zonke iindawo apho iintlanga eniza koxutha amazwe azo zibakhonzela khona oothixo bazo,+ nokuba kusezintabeni eziphakamileyo okanye ezindulini okanye phantsi kwayo nayiphi na imithi eluhlaza.
2 Nifanele nizitshabalalise ngokupheleleyo zonke iindawo apho iintlanga eniza koxutha amazwe azo zibakhonzela khona oothixo bazo,+ nokuba kusezintabeni eziphakamileyo okanye ezindulini okanye phantsi kwayo nayiphi na imithi eluhlaza.