-
IZenzo 12:21-23IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
21 Ngemini ekhethiweyo, uHerode wanxiba iimpahla zakhe zasebukhosini, wahlala phantsi kwisitulo sakhe sokugweba wathetha nabantu. 22 Abantu ababemmamele bathi: “Asingomntu tu lo uthetha apha, nguthixo!” 23 Ingelosi kaYehova* yambetha ngoko nangoko, kuba wavuma ukuba kudunyiswe yena kunokuba kudunyiswe uThixo, ibe watyiwa ziimpethu wafa.
-