-
Duteronomi 13:5IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
5 Kodwa loo mprofeti okanye loo mphuphi umele abulawe,+ kuba uye wanikhuthaza ukuba ningamthobeli uYehova uThixo wenu, owanikhupha eYiputa waza wanikhulula kwindlu yobukhoboka. Loo mprofeti uyenze loo nto ukuze anikhuphe endleleni uYehova uThixo wenu aniyalele ukuba nihambe ngayo. Nimele nibususe ububi phakathi kwenu.+
-