Eksodus 26:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Le khethini uza kuyixhoma ezantsi kweehaki, ubeke ityeya yoBungqina+ ngaphaya kwayo. Le khethini iza kwahlula iNgcwele+ kweYona Ngcwele.+ 1 Kumkani 8:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Emva koko ababingeleli bazisa ityeya kaYehova yesivumelwano* endaweni yayo,+ kwelona gumbi lingaphakathi endlini, eYona Ngcwele, phantsi kwamaphiko eekherubhi.+ Hebhere 9:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 UKristu akazange angene kwindawo engcwele eyenziwe ngezandla,+ engumfanekiso weyokwenene,+ kodwa wangena ezulwini ngokwalo,+ ukuze ngoku abonakale phambi kukaThixo ngenxa yethu.+
33 Le khethini uza kuyixhoma ezantsi kweehaki, ubeke ityeya yoBungqina+ ngaphaya kwayo. Le khethini iza kwahlula iNgcwele+ kweYona Ngcwele.+
6 Emva koko ababingeleli bazisa ityeya kaYehova yesivumelwano* endaweni yayo,+ kwelona gumbi lingaphakathi endlini, eYona Ngcwele, phantsi kwamaphiko eekherubhi.+
24 UKristu akazange angene kwindawo engcwele eyenziwe ngezandla,+ engumfanekiso weyokwenene,+ kodwa wangena ezulwini ngokwalo,+ ukuze ngoku abonakale phambi kukaThixo ngenxa yethu.+