IZenzo 13:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Emva kokuba abantu befundelwe uMthetho+ neencwadi zabaProfeti, amagosa akhokelayo kwindlu akhonzela kuyo amaYuda athumela umyalezo kubo, esithi: “Madoda, bazalwana, ukuba kukho naliphi na ilizwi elinokukhuthaza abantu, lithetheni.” IZenzo 15:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Kuba ukususela kwakudala kwakukho abantu abashumayela ngomthetho kaMoses kuzo zonke izixeko, kuba lo mthetho ufundelwa abantu qho ngesabatha+ kwizindlu akhonzela kuzo amaYuda.”
15 Emva kokuba abantu befundelwe uMthetho+ neencwadi zabaProfeti, amagosa akhokelayo kwindlu akhonzela kuyo amaYuda athumela umyalezo kubo, esithi: “Madoda, bazalwana, ukuba kukho naliphi na ilizwi elinokukhuthaza abantu, lithetheni.”
21 Kuba ukususela kwakudala kwakukho abantu abashumayela ngomthetho kaMoses kuzo zonke izixeko, kuba lo mthetho ufundelwa abantu qho ngesabatha+ kwizindlu akhonzela kuzo amaYuda.”