Nehemiya 8:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Bonke abantu badibana kwindawo kawonke-wonke eyayiphambi kweGeyithi Yamanzi,+ baza baxelela uEzra+ umkhupheli* ukuba eze nencwadi yoMthetho KaMoses,+ lowo uYehova wayewunike uSirayeli.+ Nehemiya 9:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Abo babeyinzala kaSirayeli bazahlula kwabo babengaphumi kuye,+ bema baza bavuma izono zabo nezooyise.+
8 Bonke abantu badibana kwindawo kawonke-wonke eyayiphambi kweGeyithi Yamanzi,+ baza baxelela uEzra+ umkhupheli* ukuba eze nencwadi yoMthetho KaMoses,+ lowo uYehova wayewunike uSirayeli.+
2 Abo babeyinzala kaSirayeli bazahlula kwabo babengaphumi kuye,+ bema baza bavuma izono zabo nezooyise.+