Numeri 28:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 “‘Kodwa ke ngeSabatha+ nikelani ngamatakane eegusha amabini aziinkunzi aphilileyo anonyaka, nomnikelo wokutya ongumgubo ocoliweyo ozizahlulo ezibini kwezilishumi ze-efa ezixutywe neoli, kunye nomnikelo wawo oselwayo.
9 “‘Kodwa ke ngeSabatha+ nikelani ngamatakane eegusha amabini aziinkunzi aphilileyo anonyaka, nomnikelo wokutya ongumgubo ocoliweyo ozizahlulo ezibini kwezilishumi ze-efa ezixutywe neoli, kunye nomnikelo wawo oselwayo.