Numeri 18:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UYehova waqhubeka wathi kuAron: “Ndikubeka ukuba ujonge yonke iminikelo enikwa mna.+ Ezinye izinto ezingcwele ezinikelwa ngamaSirayeli, ndizinike wena noonyana bakho, ibe ziza kuhlala zizezenu.+ Numeri 18:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Nazi ezinye izinto eziza kuba zezakho: izipho abazinikelayo+ nayo yonke iminikelo etshangatshangiswayo+ yamaSirayeli. Ndizinika wena noonyana bakho neentombi zakho, yaye ziza kuhlala zizezenu.+ Zimele zityiwe ngabo bonke abantu abacocekileyo endlini yakho.+ 1 Korinte 9:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Anazi na ukuba abantu abenza imisebenzi engcwele batya izinto ezisetempileni, nabo basoloko besebenza esibingelelweni bafumana kwizinto ezibingelelwayo?+
8 UYehova waqhubeka wathi kuAron: “Ndikubeka ukuba ujonge yonke iminikelo enikwa mna.+ Ezinye izinto ezingcwele ezinikelwa ngamaSirayeli, ndizinike wena noonyana bakho, ibe ziza kuhlala zizezenu.+
11 Nazi ezinye izinto eziza kuba zezakho: izipho abazinikelayo+ nayo yonke iminikelo etshangatshangiswayo+ yamaSirayeli. Ndizinika wena noonyana bakho neentombi zakho, yaye ziza kuhlala zizezenu.+ Zimele zityiwe ngabo bonke abantu abacocekileyo endlini yakho.+
13 Anazi na ukuba abantu abenza imisebenzi engcwele batya izinto ezisetempileni, nabo basoloko besebenza esibingelelweni bafumana kwizinto ezibingelelwayo?+