-
Duteronomi 18:3, 4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 “Nazi izinto abantu abamele bazinike ababingeleli: Wonke umntu owenza umbingelelo nokuba kungenkunzi yenkomo okanye ngegusha, umele anike umbingeleli umkhono, imihlathi nolusu. 4 Nimele ninike umbingeleli isivuno senu sokuqala sokutya okuziinkozo, iwayini yenu entsha, ioli yenu noboya bokuqala obuchetywe kwimihlambi yenu yeegusha.+
-