Duteronomi 28:15, 16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “Ukuba anilimameli ilizwi likaYehova uThixo wenu, ningayithobeli yonke imithetho nemimiselo endiniyalela yona namhlanje, zonke ezi ziqalekiso ziza kunifikela:+ 16 “Niza kuqalekiswa esixekweni, yaye niza kuqalekiswa nasemaphandleni.+ IMizekeliso 3:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 UYehova uyayiqalekisa indlu yabenzi-bubi,+Kodwa uyayisikelela indlu yamalungisa.+
15 “Ukuba anilimameli ilizwi likaYehova uThixo wenu, ningayithobeli yonke imithetho nemimiselo endiniyalela yona namhlanje, zonke ezi ziqalekiso ziza kunifikela:+ 16 “Niza kuqalekiswa esixekweni, yaye niza kuqalekiswa nasemaphandleni.+