IMizekeliso 10:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Igama elihle lelungisa liza kufumana intsikelelo,+Kodwa igama labenzi-bubi liza kubola.+ INtshumayeli 8:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ndabona nabenzi-bubi bengcwatywa, abo babengena bephuma endaweni engcwele, kodwa babekhawuleza balityalwe kwisixeko abenze kuso izinto ezimbi.+ Kwanayo leyo ililize. INtshumayeli 9:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kaloku abaphilayo bayazi* ukuba baseza kufa,+ kodwa bona abafileyo abazi nto kwaphela,+ abafumani mvuzo, kuba balityelwe.+
10 Ndabona nabenzi-bubi bengcwatywa, abo babengena bephuma endaweni engcwele, kodwa babekhawuleza balityalwe kwisixeko abenze kuso izinto ezimbi.+ Kwanayo leyo ililize.
5 Kaloku abaphilayo bayazi* ukuba baseza kufa,+ kodwa bona abafileyo abazi nto kwaphela,+ abafumani mvuzo, kuba balityelwe.+