Duteronomi 10:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Umenzela ubulungisa umntwana ongenatata nomhlolokazi,+ yaye uyamthanda umntu wasemzini,+ umnika ukutya neempahla. IMizekeliso 28:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Nabani na opha amahlwempu, akananto aza kuyidinga,+Kodwa umntu ongawahoyiyo, uza kuqalekiswa kakhulu.
18 Umenzela ubulungisa umntwana ongenatata nomhlolokazi,+ yaye uyamthanda umntu wasemzini,+ umnika ukutya neempahla.
27 Nabani na opha amahlwempu, akananto aza kuyidinga,+Kodwa umntu ongawahoyiyo, uza kuqalekiswa kakhulu.