IMizekeliso 2:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ke bona abenzi-bubi baza kususwa emhlabeni,+Nabantu abanamaqhinga baza kuncothulwa kuwo.+ Yeremiya 25:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 ‘Ingxolo iza kufikelela kwezona ndawo zikude emhlabeni,Kuba uYehova uxabene neentlanga. Uza kuwisa isigwebo ngokwakhe kubo bonke abantu.+ Uza kubanikela kwikrele abenzi-bubi,’ utsho uYehova.
31 ‘Ingxolo iza kufikelela kwezona ndawo zikude emhlabeni,Kuba uYehova uxabene neentlanga. Uza kuwisa isigwebo ngokwakhe kubo bonke abantu.+ Uza kubanikela kwikrele abenzi-bubi,’ utsho uYehova.