Mateyu 27:1, 2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kwathi kwakusa, bonke ababingeleli abaziintloko nabadala badibana ukuze bathethe ngendlela yokubulala uYesu.+ 2 Bambopha bemka naye, baza bamnikela kuPilato owayengumlawuli.+ Luka 23:10, 11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kodwa ababingeleli abaziintloko nababhali babemane bephakama, bemmangalela ngamandla. 11 Emva koko, uHerode namajoni akhe bamgezela,+ bahlekisa ngaye+ ngokumnxibisa isambatho esinombala ogqamileyo, waza wambuyisela kuPilato. ISityhilelo 19:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ndabona irhamncwa nookumkani bomhlaba nemikhosi yabo bedibene ukuze balwe imfazwe nalowo uhleli ehasheni kunye nomkhosi wakhe.+
27 Kwathi kwakusa, bonke ababingeleli abaziintloko nabadala badibana ukuze bathethe ngendlela yokubulala uYesu.+ 2 Bambopha bemka naye, baza bamnikela kuPilato owayengumlawuli.+
10 Kodwa ababingeleli abaziintloko nababhali babemane bephakama, bemmangalela ngamandla. 11 Emva koko, uHerode namajoni akhe bamgezela,+ bahlekisa ngaye+ ngokumnxibisa isambatho esinombala ogqamileyo, waza wambuyisela kuPilato.
19 Ndabona irhamncwa nookumkani bomhlaba nemikhosi yabo bedibene ukuze balwe imfazwe nalowo uhleli ehasheni kunye nomkhosi wakhe.+