INdumiso 41:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Nkqu nendoda ebendihleli ngoxolo nayo, ebendiyithembile,+Ebisitya isonka sam, indiphakamisele isithende.*+ Mateyu 26:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Ngoxa babesitya, wathi: “Ndiyaniqinisekisa ukuba, omnye wenu uza kundijikela.”+ Yohane 13:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Andithethi ngani nonke; ndiyabazi endibakhethileyo. Le nto yenzeke ukuze sibe yinyani isibhalo esithi:+ ‘Indoda ebisitya isonka sam, indiphakamisele isithende.’*+
9 Nkqu nendoda ebendihleli ngoxolo nayo, ebendiyithembile,+Ebisitya isonka sam, indiphakamisele isithende.*+
18 Andithethi ngani nonke; ndiyabazi endibakhethileyo. Le nto yenzeke ukuze sibe yinyani isibhalo esithi:+ ‘Indoda ebisitya isonka sam, indiphakamisele isithende.’*+