1 Samuweli 19:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Emva koko uSawule wathumela abathunywa endlini kaDavide ukuba bayigade baze bambulale ekuseni.+ UMikali umfazi wakhe wathi kuDavide: “Ukuba awuqhweshi* ngobu busuku, ngomso uza kuba ngofileyo.”
11 Emva koko uSawule wathumela abathunywa endlini kaDavide ukuba bayigade baze bambulale ekuseni.+ UMikali umfazi wakhe wathi kuDavide: “Ukuba awuqhweshi* ngobu busuku, ngomso uza kuba ngofileyo.”