2 Kronike 20:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Owu Thixo wethu, awuzukubagweba na?+ Kuba asinawo amandla okumelana naba bantu baninzi kangaka bazokusihlasela, futhi asazi ukuba sithini,+ kodwa amehlo ethu ajonge kuwe.”+ INdumiso 25:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Amehlo am ahlala ejonge kuYehova,+Kuba nguye oza kukhulula iinyawo zam emnatheni.+ 2 Korinte 1:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Sikuloo mngcipheko wokufa, wasisindisa yaye useza kusisindisa. Sinalo nethemba lokuba uza kuqhubeka esisindisa.+
12 Owu Thixo wethu, awuzukubagweba na?+ Kuba asinawo amandla okumelana naba bantu baninzi kangaka bazokusihlasela, futhi asazi ukuba sithini,+ kodwa amehlo ethu ajonge kuwe.”+
10 Sikuloo mngcipheko wokufa, wasisindisa yaye useza kusisindisa. Sinalo nethemba lokuba uza kuqhubeka esisindisa.+