Filipi 4:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ndiyakucela nawe mzalwana wam endisebenza naye ukuba ubancede aba bafazi. Bona, uKlemente nabanye baye bazisebenzela nzima iindaba ezilungileyo kunye nam. Amagama abo bonke abhaliwe kwincwadi yobomi.+ ISityhilelo 3:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Umntu owoyisileyo+ ndiza kumnxibisa iimpahla ezimhlophe+ ibe andizukulicima igama lakhe kwincwadi yobomi.+ Ndiza kulivuma igama lakhe phambi koTata wam naphambi kweengelosi zakhe.+ ISityhilelo 13:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Bonke abantu abahlala emhlabeni baza kulikhonza. Ukususela ekusekweni kwehlabathi, akukho namnye kubo onegama elibhaliweyo kumsongo wobomi+ weMvana eyaxhelwayo.*+
3 Ndiyakucela nawe mzalwana wam endisebenza naye ukuba ubancede aba bafazi. Bona, uKlemente nabanye baye bazisebenzela nzima iindaba ezilungileyo kunye nam. Amagama abo bonke abhaliwe kwincwadi yobomi.+
5 Umntu owoyisileyo+ ndiza kumnxibisa iimpahla ezimhlophe+ ibe andizukulicima igama lakhe kwincwadi yobomi.+ Ndiza kulivuma igama lakhe phambi koTata wam naphambi kweengelosi zakhe.+
8 Bonke abantu abahlala emhlabeni baza kulikhonza. Ukususela ekusekweni kwehlabathi, akukho namnye kubo onegama elibhaliweyo kumsongo wobomi+ weMvana eyaxhelwayo.*+