17 UAhitofele wathi kuAbhisalom: “Ndicela undivumele ndikhethe amadoda ayi-12 000, ndize ndileqe uDavide ngobu busuku. 2 Ndiza kumfikela edinwe kakhulu kwaye engenamandla.+ Ndiza kumenza aphakuzele, bonke abantu abakunye naye baza kuphela emehlweni, kwaye ndiza kuxabela ukumkani qha.+