Eksodus 15:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Phakathi koothixo, ngubani onjengawe Yehova?+Ngubani onjengawe, wena ubonisayo ukuba ungcwele ngeyona ndlela?+Wena ungowokoyikwa ngokudunyiswa ngeengoma, wena wenza izinto ezimangalisayo.+ INdumiso 86:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Owu Yehova, akukho thixo unjengawe,+Ayikho imisebenzi enjengeyakho.+ INdumiso 89:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kuba ngubani emazulwini onokuthelekiswa noYehova?+ Ngubani onokufana noYehova koonyana bakaThixo?+ Yeremiya 10:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngubani na ofanele angakoyiki, owu Kumkani weentlanga,+ kuba kukufanele ukoyikwa;Kuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga naphakathi kwazo zonke izizwe zazo,Akukho namnye unjengawe.+
11 Phakathi koothixo, ngubani onjengawe Yehova?+Ngubani onjengawe, wena ubonisayo ukuba ungcwele ngeyona ndlela?+Wena ungowokoyikwa ngokudunyiswa ngeengoma, wena wenza izinto ezimangalisayo.+
7 Ngubani na ofanele angakoyiki, owu Kumkani weentlanga,+ kuba kukufanele ukoyikwa;Kuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga naphakathi kwazo zonke izizwe zazo,Akukho namnye unjengawe.+