-
Nehemiya 9:10, 11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
10 Ngoko wenza imimangaliso ukuze ubethe uFaro, zonke izicaka zakhe, nabo bonke abantu belizwe lakhe,+ kuba babebaphethe kakubi+ abantu bakho. Wazenzela igama elisahleliyo nanamhlanje.+ 11 Walwahlula phakathi ulwandle bejongile, wabaweza olo lwandle behamba kumhlaba owomileyo,+ waza waphosa iintshaba ezazibaleqa enzulwini yolwandle ngokungathi lilitye eliphoswe kumanzi alwayo.+
-