Numeri 11:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UMoses wabeva abantu bekhala, iyile intsapho naleya, mntu ngamnye engakumnyango wentente yakhe. Yamcaphukisa kakhulu le nto uYehova,+ noMoses wakhathazeka kakhulu.
10 UMoses wabeva abantu bekhala, iyile intsapho naleya, mntu ngamnye engakumnyango wentente yakhe. Yamcaphukisa kakhulu le nto uYehova,+ noMoses wakhathazeka kakhulu.