15 Aqhubeka eyinikela umva imithetho nezivumelwano zakhe+ awazenza nookhokho bawo, nezikhumbuzo awayewalumkise ngazo,+ aqhubeka elandela izithixo ezingancedi nganto,+ aza nawo afana nazo,+ elinganisa iintlanga ezazihlala kufutshane nawo, ezo uYehova wayewayalele ukuba angazilinganisi.+