2 Kronike 16:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kuba amehlo kaYehova ajonga-jonga emhlabeni wonke+ ukuze abonise amandla akhe* ngenxa yabo bantliziyo zipheleleyo kuye.*+ Wenze ngobudenge kule into. Ukususela ngoku kuse phambili kuza kuliwa nawe iimfazwe.”+ IMizekeliso 15:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Amehlo kaYehova akuyo yonke indawo,Ajonge abenzi-bubi nabalungileyo.+ Zekariya 4:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kuba ngubani oyideleleyo imini yeziqalo ezincinci?*+ Baza kuvuya, bayibone intambo yokumeta* esesandleni sikaZerubhabheli. La ngamehlo asixhenxe kaYehova ajonga-jonga emhlabeni wonke.”+ Hebhere 4:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Akukho sidalwa sifihlakeleyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye ziyabonakala emehlweni alowo simele siphendule kuye.+
9 Kuba amehlo kaYehova ajonga-jonga emhlabeni wonke+ ukuze abonise amandla akhe* ngenxa yabo bantliziyo zipheleleyo kuye.*+ Wenze ngobudenge kule into. Ukususela ngoku kuse phambili kuza kuliwa nawe iimfazwe.”+
10 Kuba ngubani oyideleleyo imini yeziqalo ezincinci?*+ Baza kuvuya, bayibone intambo yokumeta* esesandleni sikaZerubhabheli. La ngamehlo asixhenxe kaYehova ajonga-jonga emhlabeni wonke.”+
13 Akukho sidalwa sifihlakeleyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye ziyabonakala emehlweni alowo simele siphendule kuye.+