-
1 Samuweli 16:12, 13IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
12 Ngoko wathi makayobizwa waza wamzisa kuSamuweli. Wayengumfana obubomvurha, enamehlo amahle yaye eyinzwana.+ UYehova wathi: “Phakama, mthambise, kuba nguye lo!”+ 13 USamuweli wathatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phambi kwabantakwabo. Umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Emva koko uSamuweli waphakama, wahamba waya eRama.+
-