Eksodus 14:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Wathi akusondela uFaro, awaphakamisa amehlo awo amaSirayeli aza abona ukuba amaYiputa ayawaleqa. Oyika kakhulu amaSirayeli aza akhalela uYehova.+ Eksodus 14:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngoko wathi uMoses ebantwini: “Sanukoyika.+ Qinani, niza kuyibona indlela aza kunisindisa ngayo uYehova namhlanje.+ Kuba la maYiputa niwabonayo namhlanje, soze niphinde niwabone.+ INdumiso 91:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Uza kundibiza, ndimphendule.+ Ndiza kumxhasa xa esentlungwini.+ Ndiza kumsindisa ndize ndimzukise.
10 Wathi akusondela uFaro, awaphakamisa amehlo awo amaSirayeli aza abona ukuba amaYiputa ayawaleqa. Oyika kakhulu amaSirayeli aza akhalela uYehova.+
13 Ngoko wathi uMoses ebantwini: “Sanukoyika.+ Qinani, niza kuyibona indlela aza kunisindisa ngayo uYehova namhlanje.+ Kuba la maYiputa niwabonayo namhlanje, soze niphinde niwabone.+
15 Uza kundibiza, ndimphendule.+ Ndiza kumxhasa xa esentlungwini.+ Ndiza kumsindisa ndize ndimzukise.