2 “Nyana womntu, yithi kwinkokheli yaseTire, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova:
“Kuba intliziyo yakho iye yanekratshi,+ umana usithi, ‘Ndinguthixo.
Ndihlala etroneni yothixo, phakathi elwandle.’+
Kodwa ungumntu nje kuphela, awungothixo,
Nangona uzixelele entliziyweni yakho ukuba unguthixo.