2 “‘Ngoko ke jonga! kuza imihla,’ utsho uYehova,
‘Endiza kuhlaba ngayo umkhosi ukuze ndihlasele iRabha+ yama-Amoni.+
Iza kuba yindulana etshabaleleyo,
Needolophu eziphantsi kwayo ziza kutshiswa ngomlilo.’
‘Kwaye uSirayeli uza kuthatha umhlaba wabo bathathe umhlaba wakhe,’+ utsho uYehova.