Genesis 19:36-38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Zombini iintombi zikaLote zamithiswa ngutata wazo. 37 Eyamazibulo yazala unyana yamthiya igama elinguMowabhi.+ Yena ngutata wamaMowabhi anamhlanje.+ 38 Nencinci yazala unyana, yaza yamthiya igama elinguBhen-ami. Yena ngutata wama-Amoni+ anamhlanje. Duteronomi 2:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Emva koko uYehova wathi kum, ‘Uze ungalwi namaMowabhi, kuba andizukuninika ilizwe lawo ukuba nihlale kulo, kuba iAri ndiyinike inzala kaLote ukuba ihlale kuyo.+
36 Zombini iintombi zikaLote zamithiswa ngutata wazo. 37 Eyamazibulo yazala unyana yamthiya igama elinguMowabhi.+ Yena ngutata wamaMowabhi anamhlanje.+ 38 Nencinci yazala unyana, yaza yamthiya igama elinguBhen-ami. Yena ngutata wama-Amoni+ anamhlanje.
9 Emva koko uYehova wathi kum, ‘Uze ungalwi namaMowabhi, kuba andizukuninika ilizwe lawo ukuba nihlale kulo, kuba iAri ndiyinike inzala kaLote ukuba ihlale kuyo.+