ABagwebi 4:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko uYehova wawanikela* kuYabhin ukumkani wakwaKanan,+ owayelawula eHatsore. Intloko yomkhosi wakhe yayinguSisera, owayehlala kwiHarosheti yeentlanga.*+ ABagwebi 4:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ndiza kukuzisela uSisera intloko yomkhosi kaYabhin, iinqwelo zakhe zokulwa nomkhosi wakhe, kumfula waseKishon,+ ibe ndiza kumnikela kuwe.’”+ ABagwebi 4:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Emva koko, uYehova wenza isiphithiphithi+ phakathi koSisera neenqwelo zakhe zokulwa zonke nomkhosi wakhe ngoxa babehlaselwa nguBharaki ngekrele. Ekugqibeleni uSisera wehla enqwelweni, wabaleka ngeenyawo.
2 Ngoko uYehova wawanikela* kuYabhin ukumkani wakwaKanan,+ owayelawula eHatsore. Intloko yomkhosi wakhe yayinguSisera, owayehlala kwiHarosheti yeentlanga.*+
7 Ndiza kukuzisela uSisera intloko yomkhosi kaYabhin, iinqwelo zakhe zokulwa nomkhosi wakhe, kumfula waseKishon,+ ibe ndiza kumnikela kuwe.’”+
15 Emva koko, uYehova wenza isiphithiphithi+ phakathi koSisera neenqwelo zakhe zokulwa zonke nomkhosi wakhe ngoxa babehlaselwa nguBharaki ngekrele. Ekugqibeleni uSisera wehla enqwelweni, wabaleka ngeenyawo.