26 Yaye umntu owoyisayo nozilandelayo izinto endizenzayo kude kuse ekupheleni, ndiza kumnika igunya lokulawula iintlanga,+ 27 yaye uza kubalawula abantu ngentonga yentsimbi,+ ukuze baqhekezwe babe ziingceba okwezitya zodongwe, kanye njengoko nam ndilinikwe nguTata elo gunya.