Eksodus 19:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kwakusa, ngomhla wesithathu, kwaduduma, kwabaneka, kwabakho ilifu elingqindilili+ phezu kwentaba nengxolo enkulu yophondo, baza bangcangcazela+ bonke abantu ababesenkampini. Eksodus 19:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Yonke iNtaba YaseSinayi yaqhuma, kuba uYehova wehlela phezu kwayo esemlilweni.+ Umsi wayo wanyuka njengomsi weziko, ibe yonke loo ntaba yanyikima ngamandla.+ INdumiso 77:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Isandi sendudumo yakho+ sasingathi ngamavili enqwelo;Ukutshawuza kwemibane kwawutsho waqhakraza umhlaba;+Umhlaba wangcangcazela waza wanyikima.+ INdumiso 104:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Uthi xa ejonga umhlaba, usuke ungcangcazele;Uchukumisa iintaba ziqhume.+
16 Kwakusa, ngomhla wesithathu, kwaduduma, kwabaneka, kwabakho ilifu elingqindilili+ phezu kwentaba nengxolo enkulu yophondo, baza bangcangcazela+ bonke abantu ababesenkampini.
18 Yonke iNtaba YaseSinayi yaqhuma, kuba uYehova wehlela phezu kwayo esemlilweni.+ Umsi wayo wanyuka njengomsi weziko, ibe yonke loo ntaba yanyikima ngamandla.+
18 Isandi sendudumo yakho+ sasingathi ngamavili enqwelo;Ukutshawuza kwemibane kwawutsho waqhakraza umhlaba;+Umhlaba wangcangcazela waza wanyikima.+