INdumiso 112:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ukhazimlisa amalungisa ngokungathi lilitha ebumnyameni.+ ח [Heth] Uyabavela abantu,* unenceba+ nobulungisa. IMizekeliso 4:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Kodwa indlela yamalungisa ifana nokuthi qheke kokusaOkuya kukhanya ngokukhanya de kube semini.+ Isaya 30:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Nokukhanya kwenyanga epheleleyo kuza kuba njengokukhanya kwelanga; yaye ukukhanya kwelanga kuza kuba namandla ngokuphindaphindwe kasixhenxe,+ njengokukhanya kweentsuku ezisixhenxe ngemini uYehova awabopha ngayo amanxeba anzulu abantu bakhe+ ababethwe nguye.+ Mika 7:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ingqumbo kaYehova ndiza kuyithwala,Kuba ndimonile,+De achophele ityala lam aze andigwebe ngobulungisa. Uza kundizisa ekukhanyeni;Ndiza kububona ubulungisa bakhe.
4 Ukhazimlisa amalungisa ngokungathi lilitha ebumnyameni.+ ח [Heth] Uyabavela abantu,* unenceba+ nobulungisa.
26 Nokukhanya kwenyanga epheleleyo kuza kuba njengokukhanya kwelanga; yaye ukukhanya kwelanga kuza kuba namandla ngokuphindaphindwe kasixhenxe,+ njengokukhanya kweentsuku ezisixhenxe ngemini uYehova awabopha ngayo amanxeba anzulu abantu bakhe+ ababethwe nguye.+
9 Ingqumbo kaYehova ndiza kuyithwala,Kuba ndimonile,+De achophele ityala lam aze andigwebe ngobulungisa. Uza kundizisa ekukhanyeni;Ndiza kububona ubulungisa bakhe.