2 Samuweli 20:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Apho kwakukho indoda eyayihlupha, egama linguShebha,+ unyana kaBhikeri umBhenjamin. Yavuthela uphondo+ yathi: “Akukho nto isidibanisa noDavide, singenalo nalifa kunyana kaYese.+ Wonke umntu makaye koothixo* bakhe Sirayeli!”+ 2 Samuweli 22:5, 6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ndangqongwa ngamaza abulalayo,+Izikhukula zamadoda angoongantweni zandoyikisa.+ 6 Iintambo zengcwaba* zandirhangqa;+Imigibe yokufa yajamelana nam.+ INdumiso 22:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kuba ndingqongwe zizinja;+Zindivingcele okwegquba labenzi-bubi,+Zindiluma ezandleni nasezinyaweni okwengonyama.+
20 Apho kwakukho indoda eyayihlupha, egama linguShebha,+ unyana kaBhikeri umBhenjamin. Yavuthela uphondo+ yathi: “Akukho nto isidibanisa noDavide, singenalo nalifa kunyana kaYese.+ Wonke umntu makaye koothixo* bakhe Sirayeli!”+
5 Ndangqongwa ngamaza abulalayo,+Izikhukula zamadoda angoongantweni zandoyikisa.+ 6 Iintambo zengcwaba* zandirhangqa;+Imigibe yokufa yajamelana nam.+
16 Kuba ndingqongwe zizinja;+Zindivingcele okwegquba labenzi-bubi,+Zindiluma ezandleni nasezinyaweni okwengonyama.+