1 Samuweli 2:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Abondlekileyo bamele baziqeshise ukuze bafumane isonka,Kodwa abalambileyo bayekile ukulamba.+ Umfazi ongafumani bantwana uzele oonyana abasixhenxe,+Kodwa lowo wayenoonyana abaninzi ushiywe engenamntu.* Isaya 54:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 54 “Khwaza uvuya wena mfazindini ungafumani bantwana nongazange wazala!+ Yonwaba uze ukhwaze uvuya+ wena ungazange ube nanimba,+Kuba baninzi oonyana* bomfazi olahliweyoKunoonyana bomfazi onomyeni,”*+ utsho uYehova.
5 Abondlekileyo bamele baziqeshise ukuze bafumane isonka,Kodwa abalambileyo bayekile ukulamba.+ Umfazi ongafumani bantwana uzele oonyana abasixhenxe,+Kodwa lowo wayenoonyana abaninzi ushiywe engenamntu.*
54 “Khwaza uvuya wena mfazindini ungafumani bantwana nongazange wazala!+ Yonwaba uze ukhwaze uvuya+ wena ungazange ube nanimba,+Kuba baninzi oonyana* bomfazi olahliweyoKunoonyana bomfazi onomyeni,”*+ utsho uYehova.