INdumiso 50:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ngulowo ubingelela ngokubulela ondizukisayo,+Yena umntu olandela indlela ebekiweyo,Ndiza kumenza abone ukuba kunjani ukusindiswa nguThixo.”+ Hoseya 14:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Buyela kuYehova nala mazwi,Yithi kuye, ‘Sixolele isono sethu,+ uze wamkele okulungileyo,Yaye siza kunikela indumiso yemilebe yethu+ njengamathole eenkomo.* Hebhere 13:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ngoko masisoloko sinikela kuThixo umbingelelo wokumdumisa,+ oko kukuthi amazwi aphuma emilonyeni yethu,+ ashumayela ngegama lakhe, yaye le nto masiyenze ngoYesu.+
23 Ngulowo ubingelela ngokubulela ondizukisayo,+Yena umntu olandela indlela ebekiweyo,Ndiza kumenza abone ukuba kunjani ukusindiswa nguThixo.”+
2 Buyela kuYehova nala mazwi,Yithi kuye, ‘Sixolele isono sethu,+ uze wamkele okulungileyo,Yaye siza kunikela indumiso yemilebe yethu+ njengamathole eenkomo.*
15 Ngoko masisoloko sinikela kuThixo umbingelelo wokumdumisa,+ oko kukuthi amazwi aphuma emilonyeni yethu,+ ashumayela ngegama lakhe, yaye le nto masiyenze ngoYesu.+